1 Kasamweli 13:17 Ibhayibhile (XHO96)

Umkhosi wamaFilistiya wakhupha amahlelo amathathu. Elinye ihlelo laphuma laya ngaseOfra kummandla waseShuwali,

1 Kasamweli 13

1 Kasamweli 13:15-23