1 Kasamweli 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

USawule nonyana wakhe uJonatan kunye nomkhosi wabo babemise eGebha kummandla wamaBhenjamin. Wona amaFilistiya amisa eMikimashe.

1 Kasamweli 13

1 Kasamweli 13:13-20