1 Kasamweli 12:1 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke uSamweli, wabhekisa kumaSirayeli ephela, wenjenje: “Niyabona, into ebeniyicelile kum ndiyenzile, ndammisela ukumkani wenu.

1 Kasamweli 12

1 Kasamweli 12:1-9