1 Kasamweli 11:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwayiwa ke, baza apho, ngaphambi kukaNdikhoyo, bazinzisa ubukumkani bukaSawule. Kwenziwa amadini obudlelwane apho, uSawule namaSirayeli ephela bebhiyozela eso siganeko.

1 Kasamweli 11

1 Kasamweli 11:6-15