1 Kasamweli 10:12 Ibhayibhile (XHO96)

“Bangoonyana bakabani bona aba?” wavakala esitsho omnye wabemi balapho.Savela loo mini ke isaci esithi: “NoSawule lo kanti selewaba ngomnye wabashumayeli na?”

1 Kasamweli 10

1 Kasamweli 10:5-22