1 Kasamweli 10:11 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi bakumbona esenza loo nto abantu ababekade bemazi, babuzana besithi: “Yeha ke! Nithi ungenwe yini na unyana kaKishe? Nithi noSawule selewaba ngomnye *wabashumayeli na?”

1 Kasamweli 10

1 Kasamweli 10:2-18