1 Kasamweli 1:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakuba njalo indoda yakhe uElikana yayisithi: “Hana, ulilela ntoni? Kutheni ungatyi nokutya oku? Ukhathazwa yintoni kakade, selude waziduba wadandatheka kangaka? Andixabisekanga na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?”

1 Kasamweli 1

1 Kasamweli 1:2-11