1 Kasamweli 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Yayisithi rhoqo le nto ukwenzeka xa beye kwaNdikhoyo eShilo minyaka le. UPenina wayesoloko emnukuneza ngokungazali kwakhe uHana, amtsho ade akhale ezimathontsi, angafuni nokutya oku.

1 Kasamweli 1

1 Kasamweli 1:1-16