1 Kasamweli 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

Usapho lukaElikana lwavuka kwangentseni. Baya kunqula *uNdikhoyo, emva koko banduluka ukubuyela kokwabo eRama. Ke uElikana wahlangana noHana umkakhe. Weviwa nguNdikhoyo umthandazo wakhe.

1 Kasamweli 1

1 Kasamweli 1:12-25