Uzekariya 8:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba phambi kwaloo mihla bekungekho mvuzo wabantu, nomvuzo weenkomo ubungekho; nophumayo nongenayo ebengenaluxolo, ngenxa yombandezeli. Ndabenza bonke ukuba umntu achasane nommelwane wakhe.

Uzekariya 8

Uzekariya 8:2-19