Uzekariya 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba, uyabona, ndiya kulingisa ngesandla sam kuzo, zibe ngamaxhoba kwababezikhonza; názi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.

Uzekariya 2

Uzekariya 2:6-13