Uzekariya 14:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndozihlanganisela eYerusalem zonke iintlanga ukuba zilwe; umzi uthinjwe, ziphangwe izindlu, badlwengulwe abafazi; siphume isiqingatha somzi sithinjwe; ke amasalela abantu angànqunyulwa wona kuwo umzi.

Uzekariya 14

Uzekariya 14:1-11