Uzekariya 1:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Saphendula ke isithunywa sikaYehova, sathi, Yehova wemikhosi, koba nini na ungàsikwa yimfesane wena, ngenxa yeYerusalem nemizi yakwaYuda, owayibhavumelayo le minyaka imashumi asixhenxe?

Uzekariya 1

Uzekariya 1:3-15