Uyoshuwa 3:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wavuka uYoshuwa kusasa ngengomso. Banduluka eShitim, bafika eYordan, yena noonyana bonke bamaSirayeli; balalisa khona bengekaweli.

2. Kwathi, ekupheleni kwemihla emithathu, bacanda ababhali phakathi kweminquba;

Uyoshuwa 3