Uyoshuwa 17:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYoshuwa kubo, Ukuba ningabantu abaninzi, nyukani niye emahlathini, nizihlahlele ezweni lamaPerizi nelamaRafa, xa kuxineneyo kuni ezintabeni zakwaEfrayim.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:11-18