Uyoshuwa 15:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenyuka umda ngomfula woonyana bakaHinom, waya egxalabeni lowamaYebhusi ngasezantsi: yiYerusalem ke leyo; wenyuka umda waya encotsheni yentaba ephambi komfula wakwaHinom, ngasentshonalanga, osekupheleni kwentili yamaRafa ngasentla.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:1-9