Uyoshuwa 15:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umda wasempumalanga luLwandle lweTyuwa, use ekupheleni kweYordan. Umda wecala langasentla wathabathela encamini yolwandle, ekupheleni kweYordan;

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:4-10