Uyoshuwa 15:36-41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

36. iSoko, neAzeka, neShaharim, neAditayim, neGedera, neGederotayim: imizi elishumi elinaminé inemizana yayo.

37. ITsenan, neHadasha, neMigedali yakwaGadi,

38. neDilan, neMizpa, neYoketeli;

39. iLakishe, neBhotsekati, ne-Eglon,

40. neKabhon, neLamasi, neKitilishe,

41. neGederoti, iBhete-dagon, neNahama, neMakeda: imizi elishumi elinamithandathu inemizana yayo.

Uyoshuwa 15