Uyoshuwa 15:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku iqashiso lesizwe soonyana bakaYuda, ngokwemizalwane yabo, lasinga emdeni wakwaEdom, entlango yeTsin ngasezantsi, ekupheleni komzantsi.

2. Umda wabo wasezantsi wathabathela ekupheleni koLwandle lweTyuwa, encamini ebheka ezantsi.

Uyoshuwa 15