Uyoshuwa 12:22-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. ngukumkani waseKedeshe, emnye; ngukumkani waseYokeneham eKarmele, emnye;

23. ngukumkani waseDore ezindulini zeDore, emnye; ngukumkani wamaGoyi eGiligali, emnye;

24. ngukumkani waseTirtsa, emnye.Bonke ookumkani abo ngamashumi omathathu anamnye.

Uyoshuwa 12