Uyoshuwa 12:20-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. ngukumkani waseShimron-merom, emnye; ngukumkani waseAkeshafi, emnye;

21. ngukumkani waseTahanaki, emnye; ngukumkani waseMegido, emnye;

22. ngukumkani waseKedeshe, emnye; ngukumkani waseYokeneham eKarmele, emnye;

23. ngukumkani waseDore ezindulini zeDore, emnye; ngukumkani wamaGoyi eGiligali, emnye;

24. ngukumkani waseTirtsa, emnye.Bonke ookumkani abo ngamashumi omathathu anamnye.

Uyoshuwa 12