Uyoshuwa 12:11-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. ngukumkani waseYarmuti, emnye; ngukumkani waseLakishe, emnye;

12. ngukumkani wase-Eglon, emnye; ngukumkani waseGezera, emnye;

13. ngukumkani waseDebhiri emnye; ngukumkani waseGedere, emnye;

14. ngukumkani waseHorma, emnye; ngukumkani waseArade, emnye;

Uyoshuwa 12