Uyoshuwa 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wabanikela esandleni samaSirayeli, ababulala, abasukela kwesa eTsidon enkulu, kwesa eMiserefoti-mayim, kwesa ethafeni laseMizpa empumalanga; ababulala kwada akwasala namnye kubo usindileyo.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:1-15