Uyoshuwa 10:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walibulala ke uYoshuwa lonke ilizwe leentaba, nelasezantsi nelezihlambo, nelamaxandeka, nabo bonke ookumkani balo; akwasala namnye usindileyo. Watshabalalisa konke okuphefumlayo, njengoko wawisa umthetho uYehova uThixo kaSirayeli.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:30-41