Uyoshuwa 10:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYoshuwa wayithimba neMakeda ngaloo mini, wayixabela ngohlangothi lwekrele, nokumkani wayo, wabatshabalalisa kwanabantu bonke abakuyo; akasalisa namnye usindileyo. Wenza kukumkani waseMakeda njengoko wenza ngako kukumkani waseYeriko.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:22-38