Uyoshuwa 1:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, ndikuwisele umthetho wokuba womelele, ukhaliphe. Musa ukunkwantya, ungaqhiphuki umbilini; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe, apho sukuba usiya khona.

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:2-14