Uyoshuwa 1:17-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. Ngako konke esamphulaphula ngako uMoses, siya kwenjenjalo ukukuphulaphula nawe; kodwa ke uYehova uThixo wakho unga angaba nawe, njengokuba wayenoMoses.

18. Bonke abantu abaphikisa umlomo wakho, bangĂ waphulaphuli amazwi akho entweni yonke osiwisela umthetho ngayo, mababulawe; kodwa ke yomelela, ukhaliphe wena.

Uyoshuwa 1