Uyona 2:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) UYona wathandaza kuYehova uThixo wakhe embilinini wentlanzi, wathi,Ndakhala kuYehova ndisembandezelweni,Wandiphendula;