Uyohane 8:48-50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

48. Aphendula ngoko amaYuda, athi kuye, Asilungisi na thina ukuthi ùngumSamariya wena, nokuthi ùnedemon?

49. Waphendula uYesu wathi, Andinademon mna; ndibeka uBawo; nina ke nibe nindihlaza.

50. Mna ke andifuni luzuko lwam; ukho lowo ufunayo, ugwebayo.

Uyohane 8