Uyohane 7:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, into eninzi esihlweleni yakholwa kuye; yayisithi, uKristu*, xa athe wafika, angaba uya kwenza imiqondiso emininzi na kunale ayenzileyo lo?

Uyohane 7

Uyohane 7:25-36