Uyohane 6:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ngoko uYesu, esazi ukuba bahlalele ukuza kumbamba ngamandla, bamenze ukumkani, wabuya wemka, waya entabeni yena yedwa.

Uyohane 6

Uyohane 6:14-18