Uyohane 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke uYesu, Bahlaliseni phantsi abantu. Kwaye ke kukho utyani obuninzi kuloo ndawo. Ahlala phantsi ngoko amadoda, engathi amawaka mahlanu inani.

Uyohane 6

Uyohane 6:1-17