Uyohane 5:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke ndinabo ubungqina obungaphezu kobukaYohane; kuba imisebenzi awandinikayo uBawo ukuba ndiyifeze, yona le misebenzi ndiyenzayo mna, iyangqina ngam, ukuba uBawo undithumile.

Uyohane 5

Uyohane 5:32-42