Uyohane 21:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke yena kubo, Wuphoseni umnatha ngecala lasekunene lomkhombe, nofumana. Baphosa ke; ababa saba nako ukuwutsala, ngenxa yenkitha yeentlanzi.

Uyohane 21

Uyohane 21:1-8