Uyohane 18:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waliphendula uYesu wathi, Ukuba ndithethé kakubi, ngqinela ububi obo; kodwa ukuba ndithethé kakuhle, undibethelani na?

Uyohane 18

Uyohane 18:22-28