Uyohane 13:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamphendula uYesu wathi, Wowuncamela mna na umphefumlo wakho? Inene, inene, ndithi kuwe, Ayisayi kulila inkuku, ungathanga undikhanyele kathathu.

Uyohane 13

Uyohane 13:32-38