Uyohane 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi abafundi kuye, Rabhi,* amaYuda ebefuna ngoku ukukuxuluba ngamatye nje, ùbuya uye khona na?

Uyohane 11

Uyohane 11:1-14