Uyohane 11:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Evile ke uYesu wathi, Esi sifo asiyelele kufeni; singenxa yozuko lukaThixo, ukuze uNyana kaThixo azukiswe ngaso.

5. Ke uYesu wayebathanda ooMarta nomsakwabo noLazaro.

6. Uthe ngoko akuva ukuba uyafa, wakha okunene wahlala kuloo ndawo abekuyo iintsuku ezimbini.

Uyohane 11