Uyohane 10:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akukho namnye ubuhluthayo kum, ndiyabuncama mna ngokwam; ndinegunya lokubuncama, ndinegunya lokubuya ndibuthabathe; lo mthetho ndawamkela kuBawo.

Uyohane 10

Uyohane 10:14-24