Uyobhi 9:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Waphendula uYobhi, wathi, Okwenene, ndiyazi ukuba kunjalo;Ke angáthini na umntu lo ukuba lilungisa phambi koThixo?