Uyobhi 8:20-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. Yabona, uThixo akamcekisi ogqibeleleyo,Akababambi ngesandla abenzi bobubi.

21. Úya kuwuzalisa umlomo wakho ngokuhleka,Nemilebe yomlomo wakho ngokuduma:

22. Abakuthiyayo baya kwambatha ukudana,Ingabi sabakho intente yabangendawo.

Uyobhi 8