Uyobhi 7:18-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Umvelele imiso yonkeUmcikide imizuzu yonke?

19. Kunini na ungawasusi amehlo kum,Ungandiyeki, khe ndiginye amathe?

20. Ndithé ndona, ndingákwenza ntoni na?Wena mlindi woluntu,Yini na ukuba undenze itekeni,*Ndibe ngumthwalo kum?

21. Yini na ukuba ungasixoleli isikreqo sam, ungabudlulisi ubugwenxa bam?Kuba kaloku ndiya kuzilalisa eluthulini;Wòndondela kakhulu, ndingabikho.

Uyobhi 7