Uyobhi 41:31-34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

31. Iyibiliza inzulu njengembiza,Ulwandle ilwenza njengehlàla loqholo.

32. Emva kwayo kukhanya indlela;Anga amanzi anzongonzongo zizimvi.

33. Ehlabathini akukho nto ifana nayo,Le yenziwáyo ayaba nakuqhiphuka umbilini.

34. Ibona konke okuphakamileyo;Ingukumkani yona kwizilo zonke ezinyalasayo.

Uyobhi 41