Uyobhi 4:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Ukugquma kwengonyama, nelizwi lebhavumayo,Namazinyo eengonyama ezintsha ancothukile.

11. Ingonyama iyatshabalala ngokuswela into yokuqwenga;Amathole engonyamakazi achithakele.

12. Ndìcothelwe lilizwi,Indlebe yam yakuthabatha ukusebeza kwalo.

Uyobhi 4