Uyobhi 4:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wasusela uElifazi wakwaTeman, wathi,

2. Kungákudinisa na, kwakulingwa ukubhekiswa ilizwi kuwe?Engubani na onako ukuzibamba angathethi?

3. Yabona, uthethise abaninzi,Wazomeleza izandla eziwileyo;

4. Ukuthetha kwakho kwabaphakamisa abakhubekayo,Wawaqinisa amadolo agevegeve.

Uyobhi 4