Uyobhi 38:8-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Ngubani na owaluvingceláyo ulwandle ngeengcangoEkutyhobozeni kwalo, luphuma esizalweni;

9. Ekulwambathiseni kwam ngamafu,Ekulusongeleni ngesithokothoko;

10. Ndakùlusikelela umda wam,Ndakùmisa imivalo neengcango;

11. Ndathi, Fika apha, ungegqithi;Eme apha amaza akho akratshayo?

12. Ngemihla yakho wakha wayiwisela umthetho na intsasa,Wasazisa isifingo indawo yaso;

Uyobhi 38