Uyobhi 36:22-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Yabona, uThixo uphakamise ukwenza ngamandla akhe;Ngubani na umyali onjengaye?

23. Ngubani na omphathise indlela yakhe;Ngubani na ongáthi, Wènzé ngobugqwetha?

24. Khumbula ukuba úwukhùlise ngendumiso umsebenzi wakhe,Awuhlabele ingoma amadoda.

Uyobhi 36