Uyobhi 33:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Yini na ukuba ubambane naye,Kuba engaphenduli ngeendawo zakhe zonke?

14. Kanti, hayi, ngendlela enye uThixo uyathetha,Nangezimbini, ke akukhathalwa.

15. Ephupheni, embonweni wasebusuku,Bakuwelwa bubuthongo obukhulu abantu,Ekozeleni elukhukweni;

Uyobhi 33