Uyobhi 31:37-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

37. Inani lamabanga am ndomxelela,Ndimsondele njengengànga.

38. Ukuba umhlaba wam ubukhala ndim,Nemiqela yawo yalila kunye nawo;

39. Ukuba bendiwadla amandla awo kungekho mali,Ndabanga ukuba uphume umphefumlo womniniwo:

40. Makuphume amakhakakhaka esikhundleni sengqolowa,Nokhula esikhundleni serhasi.Agqityiwe amazwi kaYobhi.

Uyobhi 31