Uyobhi 28:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Bemba umngxuma kude kwabemiyo,Belityelwe lunyawo lwabahambi;Baxhomekile bekude nabantu, bayajinga.

5. Umhlaba — kuphuma ukutya kuwo;Umzantsi wawo ubhukuqwa ngathi ngumlilo.

6. Indawo yesafire* ngamatye awo,Amagada egolide akuyo;

Uyobhi 28